UHLALA NJANI UPHILILE
IZIKO LEZIXHOBO ZOKHUSELEKO

Okuncinane kokhuseleko kuxabisa itoni yokuphila.

Eliziko lezixhobo lenzelwe ukunikezala ngesisekelo solwazi ngokuba ungenzantoni ukunceda ugcine isiqusakho kunye nabanye bephilile.

Yonke imathiriyeli, kuquka iincwadana kunye nemiboniso, ziyakhupheleka.

Siyakukhuthaza ukuba usebenzise kwaye wabelane ngolulwazi nabanye.

Nangona siqelelana ukugcina umgama, sisonke kulento.



Wenza kanjani Ukuzigcina kunye nabanye
Zinwenwa njani iintsholongwane kunye neZifo
Lwenziwa njani Uthintelo lokunwenwa kweSifo ngokubekwa wedwa bucala
Uyinxiba njani imaski yobuso
Izilumkiso Ezingaphaya Ekhaya
Izilumkiso Ezingaphaya emsebenzini
uCoceko kunye nokuGutyula iinthsolonwane
Ukushiya & Ukubuya Ekhaya
Bona zonke ividiyo 

WENZA KANJANI UKUZIGCINA KUNYE NABANYE

UZIKHUSELA KANJANI WENA KUNYE NABANYE
IMASKI & IIGLOVES

LWENZIWA NJANI UTHINTELO LOKUNWENWA KWESIFO NGOKUBEKWA WEDWA BUCALA

IZIXHOBO EZONGEZELELWEYO

Khuphela futhi printa ezimpawu wenzele ikhaya lakho kwaye/okanye isidingo seshishini.

Ukugcina umgama

Indlela esebenzayo ukukhusela ukunwenwa kwesigulo kunye nokwasuleleka kukwenza uqelelwano phakathi kokuhlala.

Unxibelelwano lwesiqu sakho

Ukwenzela impilo kunye nokhuseleko lomntu wonke, nceda uyeke ukubambana nabanye.

Inkqubo yokuhlamba-izandla

Ukuhlamba izandla yenye yeendlela zokunqanda ukusasazeka kweentsholongwane.

Isicoci Zandla

Zisetyenziswa phezu koku hlambha kwezandla nge sepha okanye xakunga fumaneki isepha namanzi.


IZISOMBULULO ZOBUNGOZI BOKUSINGQONGILEYO

Scientology has tools you can apply to help relieve the mental anguish associated with isolation and overwhelm. Take the free online course: Solutions for a Dangerous Environment.