UKUGCINA UMGAMA

Indlela esebenzayo yokunqanda ukusasazeka kokugula kunye nokusuleleka kukugcina umgama kwabanye-yengeza kuwe umgama ngabom phakathi kwabantu ababini okanye abangaphezulu.

Iintsholongwane zingasasazeka ngokukhohlela nokthimla. Ukuzikhusela wena nabanye, nceda gcina umgama phakathi kwakho kunye nabo bakungqongileyo.

UNXIBELELWANO LWESIQU SAKHO

Ukwenzela impilo kunye nokhuseleko lomntu wonke, nceda uyeke ukubambana nabanye ngelixesha, njengoku:

Ukugonana
UKUGONANA
Ukuncamisa
UKUNCAMISA
Ukunqindana
UKUNQINDANA
Ukudibanisa izandla
UKUDIBANISA IZANDLA
Ukuxhawula izandla
UKUXHAWULA IZANDLA