INKQUBO YOKUHLAMBA-IZANDLA

Ukuhlamba izandla yenye yeendlela zokunqanda ukusasazeka kweentsholongwane.

Landela lamanyathelo ngalolonke ixesha uhlamba izandla zakho.

Kuqala, manzisa izandla zakho ngacocekile, atshisayo, abalekayo amanzi.
Tyikila izandla zakho ngesepha.
Krwela umva wesandla sakho, phakathi kweminwe, phantsi kwenzipho nayo yonke indawookwemizuzwana engamashumi amabini.
Pula izandla zakho kakuhle ngacocekileyo, abalekayo amanzi.
Uze, womise izandla zakho kakuhle usebenzise itawuli,okanye uzomise ngomoya.
Sebenzisa itawuli ukuvala amanzi.

(Khuphela kwaye uprinte olu phawu wenzela ikhaya lakho kwaye/okanye-,isidingo seshishini)

ISICOCI ZANDLA

Isicoci zandla asilobambela elisusa ukuhlamba izandla.

Zisetyenziswa phezu koku hlambha kwezandla nge sepha okanye xakunga fumaneki isepha namanzi.

Nceda sebenzisa isicoci zandla phakathi kokuhlamba ukugcina izandla zakho zicocekile kwaye zingenazintsholongwane.

(Khuphela kwaye uprinte olu phawu wenzela ikhaya lakho kwaye/okanye-,isidingo seshishini)