Izixhobo ezongezelelweyo

Ukugcina umgama

Indlela esebenzayo ukukhusela ukunwenwa kwesigulo kunye nokwasuleleka kukwenza uqelelwano phakathi kokuhlala.

Unxibelelwano lwesiqu sakho

Ukwenzela impilo kunye nokhuseleko lomntu wonke, nceda uyeke ukubambana nabanye.

Inkqubo yokuhlamba-izandla

Ukuhlamba izandla yenye yeendlela zokunqanda ukusasazeka kweentsholongwane.

Isicoci Zandla

Zisetyenziswa phezu koku hlambha kwezandla nge sepha okanye xakunga fumaneki isepha namanzi.