UHLALA NJANI UPHILILE
IZIKO LEZIXHOBO ZOKHUSELEKO
Okuncinane kokhuseleko kuxabisa itoni yokuphila.
Eliziko lezixhobo lenzelwe ukunikezala ngesisekelo solwazi ngokuba ungenzantoni ukunceda ugcine isiqusakho kunye nabanye bephilile.
Yonke imathiriyeli, kuquka iincwadana kunye nemiboniso, ziyakhupheleka.
Siyakukhuthaza ukuba usebenzise kwaye wabelane ngolulwazi nabanye.
Nangona siqelelana ukugcina umgama, sisonke kulento.
WENZA KANJANI UKUZIGCINA KUNYE NABANYE
FUNDA INCWADANA
UZIKHUSELA KANJANI WENA KUNYE NABANYE
IMASKI & IIGLOVES
LWENZIWA NJANI UTHINTELO LOKUNWENWA KWESIFO NGOKUBEKWA WEDWA BUCALA
IZIXHOBO EZONGEZELELWEYO
Khuphela futhi printa ezimpawu wenzele ikhaya lakho kwaye/okanye isidingo seshishini.
Indlela esebenzayo ukukhusela ukunwenwa kwesigulo kunye nokwasuleleka kukwenza uqelelwano phakathi kokuhlala.
Ukwenzela impilo kunye nokhuseleko lomntu wonke, nceda uyeke ukubambana nabanye.
Ukuhlamba izandla yenye yeendlela zokunqanda ukusasazeka kweentsholongwane.
Zisetyenziswa phezu koku hlambha kwezandla nge sepha okanye xakunga fumaneki isepha namanzi.
IZISOMBULULO ZOBUNGOZI BOKUSINGQONGILEYO
Scientology has tools you can apply to help relieve the mental anguish associated with isolation and overwhelm. Take the free online course: Solutions for a Dangerous Environment.